I-Internet Explorer 11 yoHlelo lwe-Windows 7 64-bit noHlelo lwe-Windows Server 2008 R2 64-bit
Khuphela ngokukhawulezaelula elula I brawuza etyunjiweyo kaWindows 7.
Kubalulekile!Ukukhetha ulwimi olungezantsi kuya kuwutshintsha ngokupheleleyo umxholo wekhasi kolo lwimi.
Inguqulelo:
11.0.0.0
Umhla Wopapasho:
2013-11-06
Igama lefayile:
IE11-Windows6.1-x64-xh-za.exe
Ubukhulu Befayile:
54.7 MB
Amanqaku e-KB:
I-Internet Explorer 11. Ekhawulezileyo nelula ye-Windows 7.
- Ekhawulezileyo: Isiza esikhawlezayo nesikwalula xa ufuna indlela kuso.
- Elula: Ayinasiphene kuWindows, isebenza ngaloo ndlela ufuna ngayo.
- Ekhuseleke ngakumbi: Ukhuseleko olubhetele kwizothuso yaye ikunika ingasese emoyeni.
Iinkqubo Zokusebenza Ezixhaswayo
Windows 7 Service Pack 1, Windows Server 2008 R2 SP1
- Ikhompyutha/ Iprosesa: Ikhompyutha eneprosesa engama-233MHz okanye ngaphezulu (Kunconyelwa iprosesa ye-Pentium)
- Imemori: 512MB
- Isithuba seHadi Drayivu:70MB
- Bonisa: Isupha VGA (800 x 600) okanye ngaphezulu-imonitha yesisombululo enemibala engama-256.
- I-Peripherals: Imodem okanye uqhagamshelo lweIntanethi; Imawusi ye-Microsoft, I-Microsoft IntelliMouse, okanye isixhobo sokwalatha esihambelanayo.
- Cofa iqhosha elithi Khuphela kweli phepha ukuze uqalise uKhuphelo.
- Yenza enye yoku kulandelayo:
- Ukuze uqalise ufakelo ngokukhawuleza, cofa uVula okanye Sebenzisa le program ukusuka kwindawo ekuyo ngoku
- Ukuze ukope ukhuphelo kwikhompyutha yakho ukuze ulufakele ngelinye ixesha, cofa uGcina okanye Gcina le program kwidiski