Trace Id is missing

i-Windows Vista Language Interface Pack

i-Windows Vista Language Interface Pack (LIP) ibonelela nge-User Interface eyenziwe eyalapha ngokungaphelelanga kwiindawo ezisetyenziswe ngokubanzi kakhulu zee-Windows Vista

Kubalulekile!Ukukhetha ulwimi olungezantsi kuya kuwutshintsha ngokupheleleyo umxholo wekhasi kolo lwimi.

Dawunloda
  • Inguqulelo:

    1.0

    Umhla Wopapasho:

    2008-11-25

    Igama lefayile:

    LIP_xh-ZA.mlc

    Ubukhulu Befayile:

    2.6 MB

    i-Windows Vista Language Interface Pack (LIP) ye-Windows Vista ibonelela ngokungaphelelanga ngohlelo olutolikiweyo lweendawo ezisetyenziswe ngokubanzi kakhulu zee-Windows. Emva kokufakela i-LIP, itekisi ekwiiwizadi, iibhokisi zedayalogu, iimenyu, izihloko zoNcedo ne-Support, nezinye izinto ezikwi-interface yomsebenzisi ziya kuboniswa kulwimi lwe-LIP. Itekisi engatolikwanga iya kuba kulwimi lwesiseko lwee-Windows Vista. Umzekelo, ukuba uthenge uhlelo lwe-Spanish se-Windows Vista, kunye nefakelweyo i-Catalan LIP, enye itekisi iya kuhlala ikwi-Spanish. Unokufakela engaphezulu kwesinye i-LIP, ukuze umsebenzisi ngamnye wekhompyutha abe nokubonisa i-interface yomsebenzisi ikulwimi lwabo olunqwenelwayo.
  • Iinkqubo Zokusebenza Ezixhaswayo

    Windows Vista

    • Microsoft Windows Vista
    • I-interface yoMsebenzisi kolu (kwezi) lwimi zilandelayo: isiNgesi
    • 4.63 Mb yesithuba sokudawuniloda
    • 15 Mb yesithuba sokuseta

    IiPlatfomu ezixhasiweyo: Ii-LIP zisebenza kuphela ngeentlelo zama-32-bit ee-Windows Vista futhi azinakufakelwa kwiintlelo zangaphambili zee-Windows okanye kwiintlelo zama-64-bit ee-Windows Vista.
    1. Cofa i Dawuniloda qhosha elikweli phepha ukuqalisa idawunilodi, okanye khetha ulwimi olwahlukileyo kuluhlu lokwehlisela ezantsi futhi ucofe Yiya.
    2. Yenza okunye kokulandelayo:
      • Ukuqalisa ufakelo ngoko nangoko, cofa Vula okanye Sebenzisa le program kule ndawo yayo yangoku.
      • Ukukopela idawunilodi kwikhompyutha yakho ukuze ifakelwe ngexesha lamva, cofa Gcina okanye Gcina le program kwidiski.